Thola yonke imibhalo yokuqashisa
ngolimi lwakho lwasekhaya kwaye nga maxabiso aphantsi…
Akunandaba ukuthi uqasha igumbi elingasemuva noma ifulethi likanokusho. Udinga Isivumelwano Sokuqashisa esichaza imigomo yendawo yokuhlala phakathi komninindlu nomqashi.
BUY LEASE DOCS (Thenga imi bhalo yoku qashisa apha)
Kubalulekile ukuthi kubekho isi vumelwano phakathi komqashi nom qashisi.
Iskhathi esikhulu abantu bakuthi baqeshisa nge ndawo yokuhlala ngaphandle kwe sivumelwano esi bhaliweyo. Okanye ba sayinise aba qashi izivumelwano ezi bhalwe ngesi lungu abangasivisi kakuhle. Kubekho umbhodamo ke mhla kunga savanwa. Inkantolo zonke ke ziye zifune ubungqina bokuba sikhona isi vumelwano esa bhalwa phantsi.
Thina siyi Burgundy Properties , kulapho ke, sizama uku ncedisana nabantu bakuthi ngokuthi ba qashise ngoku semthethweni. Okunye bazikhusele futhi nabo kwaye bakhusele naba qeshi, nge zivumelwano ezise mthethweni futhi ngama xabiso afikelelayo.
Property Listing . Khangisa iyunithi yakho yokuqasha mahhala)
+800
Evictions during lock-down
R6000 – R25000
Estimated fees on unopposed eviction
R100 000
Estimated fees on opposed eviction
Xhumana nathi
sicela ukhululeke ukuxhumana nathi uma unemibuzo noma udinga usizo